Ps V Nono - uYesu ekwimo yomntu
This is is a Xhosa sermon by pastor VJ Nono from the Seventh Day Adventist church
This sermon is about Jesus taking the form of a man in order to save humanity
Le yintshumayelo yesiXhosa ka mfundisi VJ Nono wabandla Seventh Day Adventist church
Lentshumayelo ingo Yesu owathatha isimo somntu ukuze kusindisa umntu
Пікірлер: 35
I'm blessed yiGospel kaThixo le ndiva uMoya wam uchwayitile ukufumana ulwazi olunje. No turning back ndisindisiwe❤uYesu yiNkosi Makabongwe Hallelujah Amen
Yhuuu andikaze ndayiva into emnandi kanje wow mkhulu uBawo 🙌Amen
Amen izwilika Thixo liyezwakala asiphaphameni,inkosi ayisenzelumusua
Mhla uza eMonti I will make sure uba ndizobakho,hey uyayithetha into evakalayo Ps Nono
Ndiyayithanda indlela akusebenzisa ngayo uThixo Mfundisi welizwi lika Thixo
Yhoooo tata uyaycacisa kamand yooo hay hay hay iyamameleka Jesus 🙌aqhubeke uYesu ekugcwalisa wooow
Oh my goodness Bayethe ndiva into ingathi ndizakufuma umntwana Jesus. May the good God Bless you . I am in Centurion .
Ndiyayithanda intshumayelo ka tata uDocini umntu womlambo
Enkosi mntaka Nono u Bawo akwenze ngakuhle u Bawo akugcine wena nosapho lwakho
Uyichaza kakuhle kakhulu mntaka Nono, le mbhali ngo Yesu
Uyayitsho indaba yamaZulu uRev. Nono. Hamba Vangeli
Wawendlala wacaca okw'ekat'emhloph'ehlungwini umba ka Yesu 🙌🙌🙌. Enkosi mfura🙏
Makabongwe uJehova ngamandla kaMoya oyingcwele abekwe kuwe. Amen
Awu mfundisi wam wandenza umntu uyandiphilisa Tata uNono
Amen, I am blessed 🙏🏼
Wow he is good yoh
@nolizomaxiti9165
2 жыл бұрын
He is the Chosen one ndiyalila mna ngoba nfiyi backslider undibekela inyaniso eyiyo endiyaziyo.Mgcine Yesu kude kubesekipheleni
Amen Ujesu ufanelwe bubukhosi yena owanqoba wasifela thina 🙌
Yhuuuuuuuuu🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌🙌 enkosi Bawo..
Yhoooo akho uzothi akevanga God bless you Mfundisi 🙏
You bless me Ps Nono! Enkosi ngemfundiso ngendlela uThixo akusebenzisa ngayo
@nolusindisonombila9713
2 жыл бұрын
Q
I'm bless today thank so much Pastor ... amen
Eyyy Mfundisi wam ndiyakuva mna 🙌🏽🙌🏽😭😭
Pastor nono awuna nyanga Amen.
Nkosi msikelele lotata
Kowu Tat'uMfundisi, waze wasisikelela uThixo ngawe yhin iwisdom engaka Mthanjiswa wandab'ezilungileyo. Yanga uThixo wothando angakusikelela nawe kunye nendlu yakho. Ndiyamcela uYehova ukuba asandisele abafana naye uTata lo kulemihla yokugqibela phambi kokubuya kuka Yesu, Amen!!
Awu nceku yam
Shuuuu!
Amen
Ndimamele Mfundisi.......
Ah Jesus🤝🙏
🙏😢
🙏
Amen