Ps Nono

Пікірлер: 45

  • @oyamarhibelajiyedwa9543
    @oyamarhibelajiyedwa95438 ай бұрын

    Ushumayela iBhayibhile inje ngokuba injalo, akathuki mntu; akakwekwi mntu, akakwekwi zicawe nankolo zabanye abantu, akahlazi mntu okanye abize abantu abagulayo abamenye. Ubeka into kaThixo ngobunjalo bayo

  • @sibahleking725
    @sibahleking725 Жыл бұрын

    Love this man of God, keep up the good work man of God, the truth is truth, it will set you free

  • @lulamamentile3314
    @lulamamentile33147 ай бұрын

    PS Nono ndiyambulela uThixo ngawe.Ulenza ukholo lungabiyinto enzima nengenakwenzeka.UYehova akugcine .

  • @siyabongajoelqutywa5157
    @siyabongajoelqutywa51572 жыл бұрын

    Amen Tatam 👏

  • @sohobesekaskhoma7006
    @sohobesekaskhoma7006 Жыл бұрын

    How I wish to sit and listen to u live while u preaching. Amen Hallelujah man of God. Pastor Nono🙌

  • @user-oi5lb9kh8v
    @user-oi5lb9kh8v9 ай бұрын

    ohhhh Pastor Nono , Keep it up 😂😂

  • @qqs-ru1xz
    @qqs-ru1xzАй бұрын

    ndizibona kule ngxaki ndijongene nayo yobajiswa ngumntu endincuma naye UThixo engena nam prais the Lord

  • @angelsikota5777
    @angelsikota5777 Жыл бұрын

    I love the way he preaches good teacher let us know if he comes to JHB may the Lord keep u

  • @sosodzana8327
    @sosodzana8327 Жыл бұрын

    Aw my Lord, please bless and keep this Servant of yours. uThixo kaSirayeli akugcine akubuke Ps Nono

  • @luvovilo7526
    @luvovilo75262 жыл бұрын

    Amen

  • @lulamamentile3314
    @lulamamentile33149 ай бұрын

    Pastor you are a blessing to us.Thank you

  • @PinkyNgcobo
    @PinkyNgcobo Жыл бұрын

    Ps Nono bantu🙌 uJehova amgcine. We need more people like him preaching uJesu ophilayo uma simbiza useduze ukusbamba ngesandla 🙌

  • @ziziphontozakhe4419
    @ziziphontozakhe4419 Жыл бұрын

    Ewe icebo losindiso aligungqi, nawe sugungqa! Makabongwe uThixo ka S'rayeli🙌🙌

  • @noxolombobo6237
    @noxolombobo623710 ай бұрын

    Hallelujah

  • @melathisiphahlanga9583
    @melathisiphahlanga9583 Жыл бұрын

    UThixo Woxolo Abenathi!! Enkosi Nyana Womntu!!

  • @thandisebothoma5921
    @thandisebothoma5921 Жыл бұрын

    Man of God continue to bless us ❤😂

  • @PrZwanekaMangethe
    @PrZwanekaMangethe2 жыл бұрын

    🙌ohh Nkosi

  • @thulaniyaphi9596

    @thulaniyaphi9596

    Жыл бұрын

    What a powerful message , enkosi mthanjiswa

  • @siviweadonis6127

    @siviweadonis6127

    Жыл бұрын

    Amen..he's really gifted....

  • @anithambewu9058
    @anithambewu9058 Жыл бұрын

    Unyamezelo labangcwele 🥹🥹 amen 🙌

  • @zanoxoloncephe11
    @zanoxoloncephe112 ай бұрын

    Woooow what a powerful sermon

  • @justicegonxo7677
    @justicegonxo7677 Жыл бұрын

    Enkosi bao, kwizinto osabela zona, usabele nayo lenceku ukuze ingqine ubukho bakho!

  • @thozamabuda3348
    @thozamabuda3348 Жыл бұрын

    Bhekelani ndiyakhululiswa🤣🤣🤣 Thetha Moy' oyingcwele

  • @busisiwempokela9451
    @busisiwempokela9451 Жыл бұрын

    Glory to God 🙌

  • @qqs-ru1xz
    @qqs-ru1xzАй бұрын

    When i give up in the way you give strent❤

  • @faithdlamini5115
    @faithdlamini5115 Жыл бұрын

    Gifted Pastor

  • @mongoservicesinc.8033
    @mongoservicesinc.8033 Жыл бұрын

    Pastor Vuyani Nono is the GOAT

  • @sindiletobayo3350

    @sindiletobayo3350

    Жыл бұрын

    Forgive me for being a slow learner. Can you clarify for me as to what being a "goat" means?

  • @smisoncwane3116

    @smisoncwane3116

    Жыл бұрын

    @@sindiletobayo3350 Greatest of all time

  • @sindiletobayo3350

    @sindiletobayo3350

    Жыл бұрын

    @@smisoncwane3116 thank you my brother 🙏. I didn't know

  • @lusindisodyosi5952
    @lusindisodyosi5952 Жыл бұрын

    Good bless you father

  • @blorovblorovala8035
    @blorovblorovala8035 Жыл бұрын

    Pastor my pastor

  • @xoliswarawe9914
    @xoliswarawe9914 Жыл бұрын

    We thank God bless you daddy

  • @ericfaku915
    @ericfaku915 Жыл бұрын

    Amen Pastor thank you for your word

  • @SiyabongaManeta-jj2zd

    @SiyabongaManeta-jj2zd

    Жыл бұрын

    Amen tatam

  • @pumlamgangxela3374
    @pumlamgangxela3374 Жыл бұрын

    Enkosi Moya oyiNgcwele ngalo Mfundisi othetha inyani zodwa

  • @phumzasigcu7889
    @phumzasigcu7889 Жыл бұрын

    Uyesu akaginywa uyalandelwa

  • @elphasmzotho8632

    @elphasmzotho8632

    Жыл бұрын

    Powerful sermon Mfundisi wami

  • @thandidada1517

    @thandidada1517

    Жыл бұрын

    Enkosi pastor ngelizwi lika Thixo, Akusikelele u Sombawo

  • @yongamatiti4547
    @yongamatiti4547 Жыл бұрын

    awungomsabatha wena ungumKristu

  • @sizosilwanyana3566
    @sizosilwanyana3566 Жыл бұрын

    Thank U Jesus

  • @amandamasteki3438
    @amandamasteki3438 Жыл бұрын

    Haike mfundisi why engade ayeke ucula bored ke sana nale ngoma bangayaziyo😏

  • @zukiswanatasha2275
    @zukiswanatasha2275 Жыл бұрын

    🤣🤣🤣🙌🙌

  • @SiyabongaManeta-jj2zd
    @SiyabongaManeta-jj2zd Жыл бұрын

    Mkhonzi wam

  • @qqs-ru1xz
    @qqs-ru1xzАй бұрын

    ndizibona kule ngxaki ndijongene nayo yobajiswa ngumntu endincuma naye UThixo engena nam prais the Lord