Kwaze kwamnandi
Ngaze ngabathanda
jerusalema o motle jwang, oa bonahala.❤️🩹
Methodist my home where I first knew Christ, now married to a Christian family youth convention ❤❤❤
Jehova o motle ka nnete
Nkosi yam lindinika themba eliculo kubunzima endibubo ngase uThixo abenam ne family yam .
Amen ngaze ngabusiseka Thixo ngylithanda mmmYesu nahlabelela khle zithandwa zezulu mmmmmngybonga mina
Ow intonga yam,umsimelelo wam uyandithuthuzela ❤❤❤
😊❤ ikapa lodumo. Ndinga ndinganalo iliso lokubona ikhaya
It slaps harder at “Andinanto ndingenawe”🥹🙌🏻
Lyrics please 😭
Nkosi ndoqhayisa ngawe Ndibu ncame bonke obam Andinanto ndingenawe Wena uzinto zonke kum Nkosi yesu, wena uzinto zonke kum
💙💙✨✨
Yiva imithandazo yethu Nkosi 🙌
💔🥺😭
Ndilithanda ukufa elicula ❤😂
😇😇❤❤mntu owabhala ezilyrics!❤
Liyandiphisa eliculo ❤
Was too short... 🙏🙏🙏
One way
Yuh Goduka!!! One heart One way ❤
Andinato ndingenawe 😭😭😭😭
Andinanto ndingenawe wen'Uzinto zonke kumi😢😢...this is my everyday prayer
Kwaye ndiyasikeleleka....nihuba kamandi bathandekayo❤❤😢😢....
Oh man 😭😭😭
The joy found in the Lord!!
"Ndibene mizuzu ndedwa ekuthandazeni" 🙏😭 0:54 "Ndomelezwe emandleni kwimi zamo yami" ❤😭 3:36
God bless our Ancestors!! ❤️🙏🏽🌷
Hymn 170
Nkosi Yesu, wen’uzinto zonke kum❤
Somehow this song make me emotional 😢❤
qq
q😊😊q
❤❤❤🙌🙌
It touches me nd i could really disappeared and come back fresh
Awu Kodwa Thixo kwangatsi kungaba ngumthandazo wethu wemihla ngemihla. From Kagogo Eswatini
I couldn't sleep because this was playing in my head, didn't even know the title or where I saw it
I dreamt about it...I just didn't know the title but I know I heard it on my dreeams
It doesn’t get old
😢😢😢 God bless us all in these trying times ✨
Hymn number
Phefumlela Thixo wethu, Xa sithandazayo kuwe; Sidalel ubom’ obutsha, Ma sikhanyiselwe nguWe. Siya buv’ ubukho bakho, Ukho, ukufuphi kuthi; Siya liv’ ilizwi laKho, Uya theth’ uMoya waKho. Kristu, mThetheleli wethu, Siph’ uMoya onqhinayo; Asixhase ngenyaniso, Xa isoono sihendayo. Z’usinyamezele bawo, Sakuxakwa yintliziyo, Ethi nok’ indlel’ iyazi, Ib’ ithanda ukunxaxha. Xa singenawumb’ umlobo, Onokuvelana nathi; Z’usincede mThuthuzeli, Kuphel’ izoyiko Zethu. Amen
Oh yandivuselela eliculo
Beautiful sounding hymn, I am African American and I don’t understand the language but I definitely feel the positive spirit. Thank you.
Working and listening to this I feel like jumping up and down 🙌🙌🙌🙌🔥🔥🔥🔥🔥🔥
Nice 💖 🎉🎉❤l love it so much 🙏😭😭🎶
@@user-or7xq6yv7g ❤️❤️
❤🔥
Ndibe nemizuzu ndedwa ekuthandazeni🙌❤
Yho hay yimvuselelo nje on its own
Recently lost my uncle,don't know how many times I listened to this.🥺🥺
Ndingakhe ndisithele Impazamo zonke Ndibe nemizuzu ndedwa Ekuthandazeni Ndingakhe ndiphalaze Nentliziyo yami Ndililela ezi zono Owandifelayo Ndinga ngakhe ndicabange Ngobubele bakhe Ndicelele uxolelo Lomphefumlo wami Ndinga naliliso Lokubon'ikhaya Ndomelezwe emandleni Kwimizamo yami Ndingenakutshon'ilanga Nobubomi bami Ndingamkelwa nabangcwele Kokwa thixo wami
amen
what a beautiful young souls
U always bless me with songs on your consultations or conferences... 🙏🙏🙏🖐️🖐️🙌🙌💕💓💖
Пікірлер