Iindaba Zethu | 20 June 2024
00:00 Intro
01:06 Kuzakulungiswa iziseko zamanzi eRhawutini
03:19 Ityala lika-Julius Malema
05:47 Lonzakele usapho kukubulawa kuka Akhona Ndzingo
07:59 Ukusweleka kwabakhwetha ngelixhesha lolwaluko
10:55 I-DA imnqumamisile uRenaldo Gouws
11:47 UNozibele Mayaba usichubela ngobomi bakhe
20:20 Imozulu yanamhlanje
23:10 Outro
Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa ku- Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesiXhenxe ngorhatya #Iindabazethu
Пікірлер: 3
❤️🔥all of you kwi Iindaba zethu😊.
Nice!
🥹❤️my mom ❤️🥹Nozibele Mayaba