Xa iDA ingafuni ukululamela urhulumente wabantu mayime ecaleni iyohlala e Oranea le bathi lilizwe lamabhulu elizweni lomzantsi Africa enele amaqela aphaya epalamente abantu angamokha urhulumente into engafunwa yi DA kukulawulwa ngu rhulumente wabantu abantsundu ngebala ifuna ukuvuselela e apartheid in this country end uba siyabona sizwe esimnyama ayingabo bonke abantu abamhlophe abayithandayo e apartheid abanye abelungu bayafuna ukuphila nathi kumele sibamnkele kwindawo zethu
U anc ubuye washawa kakhulu ilento ka 18 to 35 thina nj esi above those years nesadilizwa si above 35 asisibonanga isidingo sokvotela I anc nokukhukhumala ne corruption ayi.
@zithulelesidwellntshudu70644 күн бұрын
Why don't all meet up in a meeting to craft frame work that can chat forward GNU implementation
@nobabalomncedane59984 күн бұрын
Halala ndoda, sinebhongo ngawe. Ntinga ntakandini
@user-ky6gc3rl2e4 күн бұрын
Wutshu Bhele ntinga ntaka ndini
@vusumziderrick34554 күн бұрын
I DA ngathi ilibazisa indlela yokonyulwa kwe cabinet
@MaliniPillay-on4jm4 күн бұрын
Umongameli makaynike ithuba i DA ngoba kade yahluleka i ANC makaydedele ngoba asyazi iphethe,lokho kusho ukuthi aynacala emhlabeni kuphela i ANC inamagqubu aythetheleli kodwa unkulunkulu uyathethelela masthethelela thina maythathe i DA ngiyabonga
@maxwellluthando85804 күн бұрын
Siyakubongela Bhele, langa'lokulunga...!
@BonakeleSibusiso3 күн бұрын
Ngabhetele uba babenazo incwadi zokundwendwela apha kuba kwelizwe umthetho ubhetyebhetye
@lindangobese13594 күн бұрын
Eastern Cape is so poor because of the ANC abaphinde bayivotela.......mabaqhubeke baphuze amanzi angcolile nezinkomo🤣🤣🤣
@siviwekulu6996
4 күн бұрын
Ungena phi wena? Usisityebi wena?
@siviwekulu6996
4 күн бұрын
Wawukhe waya e-Eastern Cape to see le nto uthetha ngayo?
@nobabalomncedane5998
4 күн бұрын
Uyagxuphuleka Ngobese, it's not yo business.
@MrsN-nc4du
3 күн бұрын
But you voted MK eKZN which is the worst Anc splinter group,you are the most stupid of all
@vusimuzimkhonza68314 күн бұрын
IDA yabulala hetapitasini2 yabulala Solomon mahlangu beniyapininakunyo amambunu solo akafuni umuntuonyama
Uhulumente we GNU sifuna uriverse le nonsense ka 18 to 35 ngokshesha isilimaze kakhulu ubusutshelwa kahl kuthiwe ewe you qualified but uhulumente uth masiqashe 18 to 35 sory for u. Ungaphila ngo 350 for ten years or more kanjan?
Пікірлер: 46
Xa iDA ingafuni ukululamela urhulumente wabantu mayime ecaleni iyohlala e Oranea le bathi lilizwe lamabhulu elizweni lomzantsi Africa enele amaqela aphaya epalamente abantu angamokha urhulumente into engafunwa yi DA kukulawulwa ngu rhulumente wabantu abantsundu ngebala ifuna ukuvuselela e apartheid in this country end uba siyabona sizwe esimnyama ayingabo bonke abantu abamhlophe abayithandayo e apartheid abanye abelungu bayafuna ukuphila nathi kumele sibamnkele kwindawo zethu
Angikaze ngijabule kanje ngibona ubhuti Siyavuya Sineke ehlonishwa ngegalelo lakhe ngokukhulunywa kolimi lweSixhosa nginguMzulu impela kodwa uma ulalele uBhele efunda Iindaba uyathanda iyaluthanda ulimi lwayo lensizwa yakwaSineke mina kade ngayichoma uphaphe lwegwalagwala.
Halala Bhele "masigawule siwarhuqa" siyavuyisana nawe very well deserved 🎉🥳.... bathetha kamnandi noogxa bakho....undibulisele kuNobathembu noLilitha siyanithanda boonondaba bethu kumnandi ukunibona nonke sinibona ngo December kwimiyalezo yeNew Year ❤❤.
Wow 👌 👏 siyakubongela Bhele ngokuzingca ngolwimi lakho
Isazonigila ANC makhwenke ndini
Unyanisile bhele sanusenqoloba kwakhu madoda❤
🎉🎉🎉huntshu huntshu kuwe tata u Sineke ❤❤❤
Enkosi kakhulu ke Sis Sisanda, simnandi ISIXHOSA nokufundwa kwaso nini❤❤❤❤ ndinithanda ke mna🎉🎉❤❤❤❤❤❤❤❤❤
Anc ihlulekile ake inike amanye amaqembu ithuba
Camagu siyavuyisana nawe tat'u Bhele yinto enkulu leyo kwaye uzifunda kamnandi iindaba. 🎉❤
Seemingly it looks like the DA can't wait to start working for people.Hurru up DA there's so much that needs to be done.(Im not a DA member by the way
Mayihambe i,DA iyaphambana ivukwa yila ngcindezelo vook you hellen zille
Houses not finished but money is gone,people are suffering,not ok
Lilitha ntsundwani🎉🎉❤❤
@lilithantsundwani
2 күн бұрын
♥️🙏🏿😃
Nikhalelani maxhosa ngoba ngyathanda
Banana nathi ntabankulu ward 16 oko 2011 unangoku photo kwathiwa ziyi 300 qha ngalamsela anc
U anc ubuye washawa kakhulu ilento ka 18 to 35 thina nj esi above those years nesadilizwa si above 35 asisibonanga isidingo sokvotela I anc nokukhukhumala ne corruption ayi.
Why don't all meet up in a meeting to craft frame work that can chat forward GNU implementation
Halala ndoda, sinebhongo ngawe. Ntinga ntakandini
Wutshu Bhele ntinga ntaka ndini
I DA ngathi ilibazisa indlela yokonyulwa kwe cabinet
Umongameli makaynike ithuba i DA ngoba kade yahluleka i ANC makaydedele ngoba asyazi iphethe,lokho kusho ukuthi aynacala emhlabeni kuphela i ANC inamagqubu aythetheleli kodwa unkulunkulu uyathethelela masthethelela thina maythathe i DA ngiyabonga
Siyakubongela Bhele, langa'lokulunga...!
Ngabhetele uba babenazo incwadi zokundwendwela apha kuba kwelizwe umthetho ubhetyebhetye
Eastern Cape is so poor because of the ANC abaphinde bayivotela.......mabaqhubeke baphuze amanzi angcolile nezinkomo🤣🤣🤣
@siviwekulu6996
4 күн бұрын
Ungena phi wena? Usisityebi wena?
@siviwekulu6996
4 күн бұрын
Wawukhe waya e-Eastern Cape to see le nto uthetha ngayo?
@nobabalomncedane5998
4 күн бұрын
Uyagxuphuleka Ngobese, it's not yo business.
@MrsN-nc4du
3 күн бұрын
But you voted MK eKZN which is the worst Anc splinter group,you are the most stupid of all
IDA yabulala hetapitasini2 yabulala Solomon mahlangu beniyapininakunyo amambunu solo akafuni umuntuonyama
Bhele usebenzile Tata qhangase kuqinwepha ezikilweni abantwana baqhawula magama
NGU akusisilula kokutsi emacembu alalele I ANC noma president ngoba president kwayena ungumkhwabanisi
ANC ngamasela bayaqonda zizobakhalela be anc
Ayisabinina anc sikhathele yiyo yenzangathi kunento ezoyitshintsha ayiboni ndlela esivotengayo asiyidingi
To day skeem saam
Enkosi
Uhulumente we GNU sifuna uriverse le nonsense ka 18 to 35 ngokshesha isilimaze kakhulu ubusutshelwa kahl kuthiwe ewe you qualified but uhulumente uth masiqashe 18 to 35 sory for u. Ungaphila ngo 350 for ten years or more kanjan?
Ramaphisa uzokhokhelanjani kwayena ebonakala uba izandla zidyobhekile
GNU iskorokoro😁🙈
DA is capturing the country 😂😂
Gnu won't work😂
@user-tu9vl7gs4m
4 күн бұрын
It will only work when Ramaphosa go away.