No video

Bishop Matyumza - uYesu uyabanjwa (eGetsemane)

Mdantsane North Circuit No.339
Grahamstown District

Пікірлер: 23

  • @SinethembaIanMama
    @SinethembaIanMama4 ай бұрын

    True preacher ❤,ndiyafuna ukubona apho hlala khona

  • @sinethembafulani6829
    @sinethembafulani6829 Жыл бұрын

    Ohhw hay kodwa 💔💔 iphilile intshumayelo ngathi usaphila. RIP Bishop

  • @user-fd5or4tt9z

    @user-fd5or4tt9z

    10 ай бұрын

    Ndibane ndilibala ba akasekho 😢 ukufa kodwa 😢😢

  • @LusibaMangco-cj6kq
    @LusibaMangco-cj6kq4 ай бұрын

    Yhoo yashumayela lo tata.

  • @lamzax3423
    @lamzax34235 ай бұрын

    Yhooooo Thole ngathi uzothi uphi la Mongameli ufana nawe ngongamameli 💔💔💔💔rest easy Thole

  • @user-be6rg9gm8r
    @user-be6rg9gm8r4 ай бұрын

    Yhooooo into ye COVID yandichana kulo tata ndiyayiqalekisa yhuuuu lomfundisi yashumayela

  • @AlexisRhodes-ib5bd
    @AlexisRhodes-ib5bd4 ай бұрын

    Mkhaya wam madoda, yemka lendoda. Lala Thole akukho nto.

  • @lindelwazantsi955
    @lindelwazantsi9554 ай бұрын

    Yhoo ndizibona ndilapha yhini Thole💔💔

  • @anelemagadla2065
    @anelemagadla2065 Жыл бұрын

    Ohhh Kodwa kumane kuthiwa masingamtyholi umdali kuba uyazi yena... yhini ngoThole

  • @khonisondisa9779
    @khonisondisa97796 ай бұрын

    Oko ingathi ndiyaqala ukumamela le video 👏.

  • @user-lo1bj7mr9l
    @user-lo1bj7mr9l9 ай бұрын

    Intshumayelo kaBishop Matyumza intsha always ezindlebeni zam, yhooo ukufa kulixelegu🤔

  • @maxwellndava8716
    @maxwellndava87165 ай бұрын

    😢ey tatam madoda..Rest easy bawo Ndlangisa...

  • @Zizi1891
    @Zizi18914 ай бұрын

    MHSRIP ❤

  • @AlexisRhodes-ib5bd
    @AlexisRhodes-ib5bd3 ай бұрын

    Thole ndanguquka phantsi kwamazwi, ukungcasha umntu kunomvuzo

  • @zolekamakumsha9899
    @zolekamakumsha98995 ай бұрын

    Imfundiso zakho zohlala zihleli

  • @lindokuhlekhuzelo8701
    @lindokuhlekhuzelo87015 ай бұрын

    Mabaphile abantu

  • @masibulelemtwazana7486
    @masibulelemtwazana7486 Жыл бұрын

    Awuu Madoda Tsiiii lomhlaba

  • @ongezwanjeza
    @ongezwanjeza Жыл бұрын

    Inene nguye owaziyo 💔😩

  • @SibekeKholakele
    @SibekeKholakele Жыл бұрын

    enkosi bhuti ngalena kunini dayifuna

  • @salukazana
    @salukazana Жыл бұрын

    Ilahlekelwe le cawa🙆‍♂️💔

  • @unathishuz8763

    @unathishuz8763

    Жыл бұрын

    Kakhulu bhuti

  • @mabhutimaciti8393
    @mabhutimaciti8393 Жыл бұрын

    Nangoku uyandiphilisa